Uluka 10:34 Ibhayibhile (XHO96)

wasondela, wawabopha amanxeba akhe, ewagalela ioyile newayini. Wamkhwelisa kwidonki yakhe, wamsa kwindlu yabahambi, wamonga.

Uluka 10

Uluka 10:30-37