Uluka 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku, emva kwezi zinto, iNkosi yanyula abanye abangamashumi asixhenxe anambini, yabathuma ngababini ngababini, ukuba bayandulele baye kuzo zonke iidolophu neendawo eyayiza kuya kuzo,

Uluka 10

Uluka 10:1-10