Uluka 1:79-80 Ibhayibhile (XHO96)

79. ukuze akhanyisele abasebumnyameni nasethunzini lokufa,nokuze azikhokelele endleleni yoxolo iinyawo zethu.”

80. Wakhula umntwana, waya esomelela ngokomelela. Wayehlala entlango kwada kwayimini yokubonakala kwakhe kumaSirayeli.

Uluka 1