Uluka 1:59-62 Ibhayibhile (XHO96)

59. Kwathi ke ngomhla wesibhozo baya kumàlusa umntwana, befuna ukumthiya ngoyise uZakariya.

60. Kodwa unina wala, esithi: “Hayi, igama lakhe nguYohane!”

61. Bona ke bathi kuye: “Lingekho nje eli gama kowabo!”

62. Baza babhekisa kuyise ukuba yena unga angathiywa gama lini na.

Uluka 1