Uluka 1:41 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi akuwuva uElizabhete umbuliso kaMariya, lwasuka lwaxhuma usana esizalweni sakhe. Wafikelwa ke nguMoya oyiNgcwele uElizabhete,

Uluka 1

Uluka 1:32-50