Uluka 1:38 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke uMariya: “Ndim lo mna mkhonzazana weNkosi. Makwenzeke kum ngokwamazwi akho.” Saza semka isithunywa kuye.

Uluka 1

Uluka 1:31-48