Ujona 2:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ndatshona ndehla mpela,ndee xhaxhe ngeengcambu zeentaba.Ndafika nakwelo lizweelivalwe mfamlibe ngemivalo.Ke wena, Ndikhoyo Thixo wam,wandibuyisa ndiphilile kwelo ngcwaba.

Ujona 2

Ujona 2:1-10