Ujona 1:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke abaqhubi bazama kangangoko ukuyisa elunxwemeni inqanawa leyo. Kodwa ke nelo icebo lafadalala kuba ulwandle lwaya luthatha unyawo ngokulwa.

Ujona 1

Ujona 1:8-15