Ujeremiya 8:7 Ibhayibhile (XHO96)

Nditsho nengwamza le ibhabh' emafini iyalazi ixesha lokujika. Iinkonjane, amahlankomo, nkqu nendwe le, iyalazi ixesha lokufuduka, kodwa bona abantu bam abazani nezithethe zam.

Ujeremiya 8

Ujeremiya 8:1-17