Ujeremiya 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Yiya emasangweni endlu kaNdikhoyo, ufike udanduluke uthi: Nali ilizwi likaNdikhoyo; liveni nina bantu bakwaJuda abangena ngala masango ukuza kunqula uNdikhoyo.

Ujeremiya 7

Ujeremiya 7:1-6