Ujeremiya 52:11 Ibhayibhile (XHO96)

Yena uZedekiya wamtyhaphaza amehlo, waza wamkhonkxa ngamatyathanga obhedu, ukuze asiwe eBhabheli, wamfaka entolongweni kwada kwayimini yokufa kwakhe.

Ujeremiya 52

Ujeremiya 52:7-18