Ujeremiya 51:62 Ibhayibhile (XHO96)

Uze uthi: ‘Ndikhoyo, uthethile ngale ndawo, usithi uza kuyitshabalalisa, ingabi samiwa mntu, kungabi sabakho namfuyo kuyo, koko ibe ngamanxuwa ngonaphakade.’

Ujeremiya 51

Ujeremiya 51:57-64