Ujeremiya 51:59 Ibhayibhile (XHO96)

Nali ilizwi *umshumayeli uJeremiya awamwisela umthetho ngalo uSeraya, uNyana keNeriya, unyana kaMaseya, xa wayesiya eBhabheli kunye noZedekiya ukumkani wakwaJuda ngonyaka wesine wolawulo lwakhe. USeraya lo wayengumphathiswa wokulungiselela iindawo zokuphumla abahambi.

Ujeremiya 51

Ujeremiya 51:50-64