Ujeremiya 51:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba kaloku uSirayeli noJuda abazange bafane nabahlolokazi –abazange bangabi naye uThixo wabo, uNdikhoyo onamandla onke,naxa balizalisayo ilizwe labo lityala lokona onguYedwa kaSirayeli.

Ujeremiya 51

Ujeremiya 51:1-10