Ujeremiya 51:44 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kumohlwaya uBhele uthixo weBhabheli,ndimenze akuhlanze oko akuginyileyo.Iintlanga aziyi kuba saxhontelana kuye,nodonga lweBhabheli luya kuwa.

Ujeremiya 51

Ujeremiya 51:40-52