Zigonyeleni ukulwa neBhabheli iintlanga,nditsho ookumkani bamaMedi,neerhuluneli zabo, kunye nawo onke amaphakathi azo,kwakunye nezizwe zonke ezilawulwa zizo.