Ndiya kuthumela eBhabheli abantu bokwelaabaya kuyivuthulula baliphanzise ilizwe layo.Baya kuyifikela macala onke ngomhla wentlekele.