Ujeremiya 5:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndingakuxolela njani kodwa,abantwana bakho bendibukule nje?Andithi bafunga bekhahlela oothixo abangento?Ndabondla, suka bona bakrexeza, baquqela emzini wehenyukazi.

Ujeremiya 5

Ujeremiya 5:1-15