Ujeremiya 5:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba, Ndikhoyo, emntwini akukhangeli ntembeko na?Wabohlwaya, abeva noko.Wababetha kabuhlungu bayimangala ingqeqesho.Bayinyengane ngeenkani; abavumi kuguquka.

Ujeremiya 5

Ujeremiya 5:1-4