Ujeremiya 49:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa mna ndiya kumhluba konke anako uEsawu,ndimkhuphulule kwezo ndawo azimele kuzo,angabi nako tu ukufihlakala.Uya kucinywa igama yena nenzala yakhe,angabi saba nabo abazalwana nabamelwane.

Ujeremiya 49

Ujeremiya 49:6-12