Ujeremiya 48:9 Ibhayibhile (XHO96)

Lumkisani uMowabhi,nithi uza kudilizwa.Makasabe uMowabhi;makaphume abaleke.Iidolophu zakhe ziza kuba ngamabhodlo,kungabikho mntu uhlala kuzo.

Ujeremiya 48

Ujeremiya 48:7-19