Ujeremiya 46:28 Ibhayibhile (XHO96)

Uze ungoyiki, wena sicaka sam Yakobi.”Lowo ngumlomo *kaNdikhoyo.“Kaloku mna ndinawe.Ndiza kuziphanzisa zonke iintlanga endikuchitha-chithele kuzo,kodwa andiyi kukuphanzisa wena.Nawe phofu uya kohlwaywa;ndiza kukuqeqesha,phofu ndingabi ngqongqo kuwe.”

Ujeremiya 46

Ujeremiya 46:22-28