Ujeremiya 46:25 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo onamandla onke, uThixo kaSirayeli, uthethile wathi: “Ndiza kumohlwaya *uthixo waseNo uAmoni, kunye namaJiputa noothixo bawo, namatshawe, nokumkani waseJiputa, nabo bonke abathembele kuye.

Ujeremiya 46

Ujeremiya 46:24-27