Ujeremiya 46:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Ntombindini iyiJiputa, yiya eGiliyadi,uye kufuna khona amayeza okubopha.Kudala uwafuna amachiza;alikho eliya kuwanyanga loo manxeba unawo.

Ujeremiya 46

Ujeremiya 46:8-19