Ujeremiya 43:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko uYohanan unyana kaKareya, ekunye nabaphathi-mabutho kunye nabantu bonke bala ukumthobela uNdikhoyo ngokuthi bahlale kwelakwaJuda.

Ujeremiya 43

Ujeremiya 43:1-13