Ujeremiya 42:19 Ibhayibhile (XHO96)

“Uthi ke ngoko kuni uNdikhoyo, nina masalela akwaJuda: ‘Musani ukuya eJiputa.’ Ke ngoko yiqondeni kakuhle le ndawo; ndiyaniyala namhlanje.

Ujeremiya 42

Ujeremiya 42:11-22