Ujeremiya 42:17 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke abo bazimisele ukuya kuhlala eJiputa baya kufa ngekrele, yindlala, nangubhubhani; akuyi kusala nokuba mnye usindayo kwelo shwangusha ndonihlisela lona.’

Ujeremiya 42

Ujeremiya 42:11-22