Ujeremiya 41:6 Ibhayibhile (XHO96)

UIshmayeli unyana kaNetaniya wasuka eMizpa, wawahlangabeza ehamba elila. Ufikile kubo, wathi: “Yizani kuGedaliya unyana ka-Ahikam.”

Ujeremiya 41

Ujeremiya 41:1-16