Ujeremiya 41:18 Ibhayibhile (XHO96)

bephepha amaKaledi. Babesoyika kuba uIshmayeli unyana kaNetaniya wagwinta uGedaliya unyana ka-Ahikam owemiswa ngukumkani waseBhabheli ukuba abe ngumphathiswa welo lizwe.

Ujeremiya 41

Ujeremiya 41:8-18