Ujeremiya 40:14 Ibhayibhile (XHO96)

bathi kuye: “Akuvanga na ukuba uBhahalisi ukumkani wama-Amon uthumele uIshmayeli unyana kaNetaniya ukuba akugwinte?” UGedaliya yena unyana ka-Ahikam akazange abakholelwe.

Ujeremiya 40

Ujeremiya 40:5-16