Ujeremiya 40:12 Ibhayibhile (XHO96)

asuka onke, abuyela kwelakwaJuda, aya kuGedaliya eMizpa. Ayesuka kumazwe ngamazwe awayethe saa kuwo. Aqokelela intaphane yewayini neziqhamo zasehlotyeni.

Ujeremiya 40

Ujeremiya 40:7-16