Ujeremiya 4:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena *uNdikhoyo uthi:“Baziziyatha kambe abantu bam; abade bandazi.Bazizityhakala zabantwana abangenangqiqo.Ngamachebesha okwenza okubi,kodwa ngamaqhitala kokulungileyo.”

Ujeremiya 4

Ujeremiya 4:21-25