Ujeremiya 39:5 Ibhayibhile (XHO96)

Umkhosi wamaKaledi wabasukela wamfumana uZedekiya kuloo mathafa aseJeriko. Amthatha amsa kukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli owayeseRibhela ezweni laseHamati. Lathethwa apho ityala likaZedekiya, waza wagwetywa.

Ujeremiya 39

Ujeremiya 39:1-10