Ujeremiya 39:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa inxalenye yabantu ababengamahlwempu angenanto tu, wabashiya ezweni lakwaJuda umphathi uNebhuzaradan, wababela amasimi nezidiliya.

Ujeremiya 39

Ujeremiya 39:2-11