Ujeremiya 39:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenyanga yeshumi kunyaka wethoba ukumkani uZedekiya elawula kwaJuda, ukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli nomkhosi wakhe uphela, waya kungqinga isixeko saseJerusalem.

Ujeremiya 39

Ujeremiya 39:1-3