Ujeremiya 38:1 Ibhayibhile (XHO96)

UJeremiya waviwa nguShefatiya unyana kaMatan, noGedaliya unyana kaPashure, noYukali unyana kaShelemiya, bekunye noPashure kaMalkiya, xa wayebhekisa kubantu jikelele esithi:

Ujeremiya 38

Ujeremiya 38:1-5