Ujeremiya 37:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi: ‘Mxeleleni ukumkani wakwaJuda obenithume kum nithi ndithi: Nanko umkhosi wokumkani waseJiputa obuze kuncedisana nani ubuyela kwakwelakowawo eJiputa.

Ujeremiya 37

Ujeremiya 37:5-11