Ujeremiya 37:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uZedekiya wathumela uYukali unyana kaShelemiya, ekunye nombingeleli uZefaniya unyana kaMaseya, ukuba baye kumshumayeli uJeremiya, bafike bathi: “Khawusithandazele kuNdikhoyo uThixo wethu.”

Ujeremiya 37

Ujeremiya 37:1-4