Ujeremiya 37:18 Ibhayibhile (XHO96)

Uqokele wathi uJeremiya, ebhekisa kukumkani uZedekiya: “Ndone ngantoni na kuwe, okanye kumaphakathi nakubantu bakho, sendibona ndifakwe entolongweni nje?

Ujeremiya 37

Ujeremiya 37:9-21