Ujeremiya 37:13 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe akufika kwisango leJerusalem ekuthiwa lelakwaBhenjamin, umshumayeli uJeremiya wabanjwa nguIriya, unyana kaShelemiya owayezalwa nguHananiya, owayeyintloko yabalindi, wathi: “Ubhacela kumaKaledi!”

Ujeremiya 37

Ujeremiya 37:12-17