Ujeremiya 36:26 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka wathi ukumkani kuJerameli unyana wakhe, noSeriya unyana ka-Azeriyeli, kunye noShelemiya unyana ka-Abhedeli, mabababambe ooJeremiya umshumayeli noBharuki unobhala wakhe. Suka yena uNdikhoyo wabafihla.

Ujeremiya 36

Ujeremiya 36:24-27