Ujeremiya 35:6 Ibhayibhile (XHO96)

Athi loo madoda: “Hayi, asiyiseli iwayini! Kaloku ubawo omkhulu uYonadabhi, unyana kaRekabhi, wathi: ‘Ze ningaze niyisele iwayini, nina nezizukulwana, nditsho nanini na.

Ujeremiya 35

Ujeremiya 35:2-15