Ujeremiya 33:26 Ibhayibhile (XHO96)

xa kunjalo ndingasibukula isizukulwana sikaYakobi nesikaDavide, isicaka sam, kungabi sanyulwa mlawuli koonyana bakhe alawule inzala ka-Abraham noIsake noYakobi. Unakanye! Ndiza kubakhulula ekuthinjweni, ndibabuyisele kundalashe, ndibathi jize ngemfesane.’ ”

Ujeremiya 33

Ujeremiya 33:22-26