Ujeremiya 32:30 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli namaJuda ayesenza ubugwenxa bodwa ukusukela kwasekusekweni kwawo; âhlala endixhokonxa ngemisebenzi yezandla zawo. Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ujeremiya 32

Ujeremiya 32:24-40