Ujeremiya 32:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wabakhupha eJiputa abantu bakho amaSirayeli ngemiqondiso nemimangaliso ngesandla sakho esomeleleyo nangengalo yakho enamandla, eyabarhwaqelisayo abantu.

Ujeremiya 32

Ujeremiya 32:15-28