Ujeremiya 32:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wena uwenzela ububele amawaka-waka, uphinde ubuyekeze ubugwenxa booyise kwizizukulwana, wena Thixo omkhulu onamandla, ogama linguNdikhoyo uSomandla-onke.

Ujeremiya 32

Ujeremiya 32:9-19