Ujeremiya 32:12 Ibhayibhile (XHO96)

ndaza ndazinika uBharuki unyana kaNeriya unyana kaMaseya. Ndamnika kukho uHanameli unyana kabawokazi kunye namangqina awayisayinayo incwadi yentengiso, kwakunye namaJuda onke awayekho apho kuloo yadi.

Ujeremiya 32

Ujeremiya 32:8-13