Ujeremiya 32:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kunyaka weshumi ukumkani uZedekiya elawula kwaJuda, owawungunyaka weshumi elinesibhozo kulawula ukumkani uNebhukadenezare eBhabheli, lavakala kuJeremiya ilizwi *likaNdikhoyo.

Ujeremiya 32

Ujeremiya 32:1-11