Ujeremiya 31:38 Ibhayibhile (XHO96)

Lo ngumlomo kaNdikhoyo: “Iyeza imihla yokuba esi sixeko sakhelwe uNdikhoyo ukusuka kwinqaba kaHananeli kuse kwiSango leKona.

Ujeremiya 31

Ujeremiya 31:28-40