Ujeremiya 31:30 Ibhayibhile (XHO96)

Umntu ngamnye uya kufa ngenxa yobugwenxa bakhe. Kuya kuthi lowo utya iidiliya ezimuncu, kube buthelezi awakhe amazinyo.”

Ujeremiya 31

Ujeremiya 31:27-33